Indabuko Yakho
Inqolobane yomlando kaZulu

 

Ama-categories

Imithi yesintu (Izincazelo nezithombe)

Mbinca

Iziduko zamaMbinca Nokwindla Nogabul’ukhula UMalamb’ayendle Adl’inyam’enyamakazi Isihlobo sikaBhadi SikaMathole SikaMadevu SikaHani SikaHabane SikaMntu wohlanga

Gadlume

Iziduko zakwaGadlume UNokwindla UNcancashe UGabul’ukhula UMalamb’ayendle okutya iigusha athi ziziduli zethafa UTyhopho ILamba lidlile UNokwindla UNdulini

Mthwana

Iziduko zakwaMthwana Fulela wanethwa OoMalandelwa zintombi zithi ndizeke OoMbhucwa Sabelo Mpemvu Msuthu

Jwarha(Khathithi)

Iziduko zakwaJwarha Khathithi Mnangwe Jiyana Mayarha Ndongeni

Ntsinga

Iziduko zakwaNtsinga Sihlobo sikaNokwindla SikaNcancashe SikaGabul’ukhula SikaMalamb’ayendle

Ntloniphi

Iziduko zamaNtloniphi Dlelana Ncancashe Gabul’ukhula Nokwindla Avuk’adlinyama yenyamakazi UNophemba

Zongosi

Iziduko zamaZongosi Madla Jolinkomo engeyoyakho Qengeba Mphankomo

Hegebe

Iziduko zamaHegebe UNgubendala UGaleka UNgobe UNdala UMduduma UZulu liyazongoma UHolomisa UMntungaye UMntuzibulala

Zumbe

Iziduko zamaZumbe Ngcwina Mpondomise Gcaka Gawula layeka Bafazi lumlan’abantwana safa ‘ kubatywa

Qam

Iziduko zamaQam Jola Mphankomo Qengeba Amathole oMthwakazi

error: Akuvumelekile lokho !!