Mqwambi
Rhabi
Tshanabe
Tshazibane
Holomi
Somjembu
Jelwayo
Tyhala
Mpaku
Ntshingolo
Dubani
Manana
Nkwazi
Manyhanyha
Mhonga
Bhangqa
Maroloma
Sahluko
Ntsunswana Intsimbebomvu
Mgcaleka
Khawuta
Gagalagaga nyawo zinentsente
Into ezinezithende ezinkulu
Into ezaphuma zabheke’ngqina
Zabuya nethambo le bhubesi
Imbizenyam’isemlanjeni