Sukwini

Izithakazelo zamaSukwini

Kuthiwa amaSukwini aphuma eNkosini uGcaleka. Izithakazelo zabo zithi

Chwama


Inj’ebomvu

Dibashe

Khawuta

Tiki ayivumani nepokotho

Mvaba yiketile

Mnqayi yikatala

Bhunguza lam yintloko

Ndlu bathi yihotele

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo