Ntlane

Izithakazelo zamaMpondo akwaNtlane

Thahla

Ndayeni

Hlamba ngobubende ayek’amanz’ekho

Nyawuza ka Dakhile

UZiqekelana

UMjusana

UDedela

UGxididi

UQabane

UNdingayizali izala kukuzaliswa

UMadikizela

UNkomo zikaNqabale

ZikaPhaphani

ZikaVul’endlini

UMakhand’inyama ikrwada

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo