Gcuda

Izithakazelo zaMampondo akwaGcuda

Yekana

Doyi

Sikha

Mntshontshose

Mzi wokuzenzela

Umphunguli wembiza

Kuba kuthiwa bayarhala bengerhali

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo