Mpinga

Izithakazelo zakwaMpinga

Mawawa

Mbolokoqoshe

Ntoyomntwana ingaba noboya ilingene amadoda

Ndinganqanqatheka ndifun’ukutshaya

Nyobhanyobha

Ntsula zomvundla

Senza

Nomeva

Ntomb’ebele nye

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo