Iziduko zamaQwambi

.

Iziduko zamaQwambi

UHolomi

UTshanabe

UTshazibane

UTete

UPhalo

UGunuza ka Ngwane

UDimla ludonga

URhala

UKhawutha

UTshiwo

UNdlov’ezidl’amagaty’emthini emide

UKhosi

UMagaga

ISirhosha sika Rhili

UmRhoshoz’ongadinwa kukhankanywa

UHolomi

UTshanabe

UTshazibane

UTete

UPhalo

UGunuza ka Ngwane

UDimla ludonga

URhala

UKhawutha

UTshiwo

UNdlov’ezidl’amagaty’emthini emide

UKhosi

UMagaga

ISirhosha sika Rhili

UmRhoshoz’ongadinwa kukhankanywa

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo