Iziduko zakwaDlomo(Mthembu)
Dlomo
Yemu-Yemu
Sopitsho
Vela bambhentsele
Zondwa
Zondwa zintshaba zingasoze zimenze nto
Kuba akanasono mntwini
Akazange watya nto yamntu
Nawayityayo wayinikwa ngumntu wayo
Sigcawu
Sigcawu esinoboya
Nkosana
Madiba
Madib’indonga
Dubula ngenyek’etafuleni kutak’ishumi lesheleni
