Mthunzi

Iziduko zamaMpomdo akwaMthunzi

Zihlobo zikaNyokhwane

ZikaNdikhwe

ZikaTshungwana

Zaxhom’inyw’emngeni yadliwa zintakazana

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo