Tunzi

Ndaba

Bhadela

Mntungwa
Nonunu
Tshibase
Mntungwa ka Mbulazi
Ndabezitha
Nongila
Nomangcangca!
Iintomb’ezintle namadod’azo
Abant’abakrelekrele
Nina baNoyanda ka Ndaba
Osesithombeni nguZozibini Tunzi ophethe iNdondo kaNobuhle waseMhlabeni wonke jikelele ( Miss World)
Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo