Iziduko zamaZumbe
Ngcwina
Mpondomise
Gcaka
Gawula layeka
Bafazi lumlan’abantwana safa ‘ kubatywa
Uyaphazama mntwan’egazi. AmaZumbe awodwa namaGcaga(not Gcaka) awodwa. AmaZumbe-Zumbe kaNgcwina, Ndalane kaNdodi, Yubu kaMabhula, Nyama emdaka ethandwa ngabafazi, simanga sekati edla amanqathe wodwa, vula-vala bathi wenzile engenzanga, abantu abahlala behombe ngentongo zithi zesulwe ngabawathandayo amaZumbe
AmaGcaga-Lubhelu, Manz’andonga, Ndongane, Madluba, Gqokashe, Khela kaNzwane, Nzwanenkulu, Mbangulana, Ganagushe, wena uMhele-hele okomoya weliwa, Mathandwa ehamba njengeLanga, mlambo omanz’alubhelu ongawelwayo owelwa ngamaMpondomise kuphela.
Ziziduko eziphuma kwisizwe okanye kumnombo wesizwe samaMpondomse. Ingcambu yazo ilapha kuTsolo. Camagu
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *
Website
Save my name, email, and website in this browser for the next time I comment.
Uyaphazama mntwan’egazi. AmaZumbe awodwa namaGcaga(not Gcaka) awodwa.
AmaZumbe-Zumbe kaNgcwina, Ndalane kaNdodi, Yubu kaMabhula, Nyama emdaka ethandwa ngabafazi, simanga sekati edla amanqathe wodwa, vula-vala bathi wenzile engenzanga, abantu abahlala behombe ngentongo zithi zesulwe ngabawathandayo amaZumbe