Dlomo(Madiba)

Izithakazelo zakwaDlomo-Madiba

Madiba

Yem-Yem

Vela bambhentsele

Zondwa ziintshaba zingasoze zimenze nto!

Kuba akasono emuntwini

Akazange watya nto yamntu

Nawayityayo wayinilwa ngumntu wayo

Sigcwawu esinoboya

Nkosana

Madib’indonga

Dubula ngenyek’etafileni kutak’ishumi lesheleni

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo